Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 06 Sep 2023
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Unikwe ibheyile namhlanje uCol Jacobs otyholwa ngobusela.
Umkomishinala wamapolisa wasekuhlaleni, uCol. Nomvula Jacobs uvelile kwinkundla kamantyi yaseSpringbok namhlanje ngezityholo zobusela.Ummangalelwa ebeqala ukuvela namhlanje enkundleni, kwaye uJacobs utyholwa ngobusela kwaye unqunyanyisiwe emsebenzini de aphinde anikwe isaziso.Ummangalelwa unikwe ibheyile yamawaka amane eerandi phantsi komqathango wotshutshiso ongazange waphikiswa. Iqwetha likarhulumente libeke imiqathango yokuba ummangalelwa angaphazamisani netyala, anxibelelane okanye oyikise amangqina. Kwenye inkqubo yenkundla - kuya kubakho amangqina angaphezu kwamane anika ubungqina.Limisiwe ityala ukuze kuqhutyekwe nophando kwaye umtyholwa uzakuvela ngomhla wesibini kweyeDwarha kulonyaka.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Komitee doen ‘n beroep op departemente om op watertekorte te reageer
Urhulumente waseMntla Koloni uphakamise izigidi zeerandi ukulungisa izikolo. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord