Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 09 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Protest
iVVVT ibisingathe uqhankqalazo lwayo namhlanje ekuseni eSpringbok.
iVoluntary Advance and Continuing Consent iqhankqalaze eSpringbok apho bebebhekise kumasipala weSithili waseNamakwa. Kwi-ofisi kamasipala bafike banikezela ngencwadi yezikhalazo.Imalunga nokwazisa ukuba abafuni kwembiwa iCopper360 kumhlaba wabo. UTommy Du Preez uthe iinkqubo ezifanelekileyo azilandelwanga. Ukwakhankanya ukuba uluntu aluchasananga nokwembiwa kwemigodi, koko alonwabanga nje ziinkqubo ezithe zalandelwa ngayo.Ngexesha le-Covid-19, iintlanganiso zenzeke kwaye uluntu lwaseConcordia lwalungekho kwiintlanganiso zazibanjiwe.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Saul spreek Nasionale Loterykommissieraad toe
Indoda eneminyaka 30 ubudala yaseSpringbok igwetyelwe ubomi etolongweni. »
Related News
Mon, 09 Mar 2026
Inwoners Staak Bouprojek by Galeshewe-daghospitaal
Mon, 02 Mar 2026
Ekapa Minerals workers threaten shutdown over wages
Tue, 06 Aug 2024
Imibutho yabasebenzi eMntla Koloni ibambe umngcelele osingise kwiiofisi zeSebe lezeMpilo.