401 articles found.
Clear filters
Abafundi bematriki base-SA Van Wyk baye balwa nawo onke amathuba okuba bavelise ngaphezulu kwamashumi amathandathu epesenti.
Education
Siphiwe Ngcongco    Fri, 19 Jan 2024    Xhosa
ISikolo samaBanga aPhakamileyo iSA Van Wyk soyisile imiceli mngeni kuwo onke amathuba njengoko sivelise ngaphezulu kwamashumi amathandathu epesenti ye...
I-ANC yaseNamakwa ithe abafundi bebanga leshumi elinesibini babathembile bazakuvelisa iziphumo ezigqwesileyo.
Education
Siphiwe Ngcongco    Wed, 17 Jan 2024    Xhosa
Ngenxa yemicelimngeni eqhubekayo yokunqongophala kootitshala, abafundi abafike emva kwexesha, iingxaki zamanzi, ukucinywa kombane okuthe gqolo – uBert...
Umasipala waseKhai-Ma ulungisa imibhobho yamanzi kwindawo yaseBlyvooruitsig.
Community
Siphiwe Ngcongco    Mon, 15 Jan 2024    Xhosa
Umasipala wengingqi yaseKhai-Ma ukhuphe isaziso kuluntu kwezi yure zamva nje esimalunga nombhobho owonakeleyo.Kubikwa ukuba umbhobho wamanzi eBlyvooru...
Izikolo zaseMntla Koloni zikulungele ukwamkela abafundi abatsha nabadala.
Education
Siphiwe Ngcongco    Mon, 15 Jan 2024    Xhosa
Malunga namashumi amabini anesine amawaka abafundi abamkelwe izicelo zabo ezilawulwa liSebe leMfundo eMntla Koloni ukuza kuthi ga ngoku.Oku kwenzeka n...
Umtyholwa ngokubulala uHesty-Ann Green uvele phambi kwenkundla namhlanje.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
Ityala lokubulala uHesty Ann Green oneminyaka elishumi elinesibhozo waseBrandvlei, eMntla Koloni lixoxwa namhlanje kwinkundla yaseCalvinia.uShuphren O...
Lamola unoloyiko kotshatyalaliswa kwabantu basePalestine
Government
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
UMphathiswa wezoBulungisa noLuleko, uRonald Lamola, unoloyiko lokuba ngaphandle kokungenelela kweNkundla yeZizwe ngezizwe, abantu basePalestina baya k...
Ityala labaqweqwedisi baseZimbabwe limiselwe iveki ezayo ngoMvulo.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
Abemmi baseZimbabwe ababanjwe eKimberley ngezityholo zokurhweba ngabantu babanga ukuba uthutha abantwana abalishumi elinesine abangenamaphepha ukusuka...
Usihlalo webhodi yeNSFAS uyazikhaba izityholo abekwezona zorhwaphilizo.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
Ibhodi yeNational Student Financial Aid Scheme isamkele isigqibo sikasihlalo wayo, u-Ernest Khosa, esithi isigqibo sakhe sibonisa ulawulo olululo.UKho...
iATM yaseSteinkof biyonalalisiwe ithe yalungiswa kutsha nje.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
iATM yaseStandard Bank yaseSteinkof iye yalungiswa. Oku kungqinwe yi-TOP 5 izolo.I-Top 5, imibutho engenzi nzuzo ivakalise inkxalabo enkulu malunga no...
UMsebenzi wasemgodini osuka kwi-Aggeneys usachacha eKapa ngenxa yokonzakala.
Accident
Siphiwe Ngcongco    Fri, 12 Jan 2024    Xhosa
Izolo emva kwemini kumngxuma wesithathu waseGamsberg East kwikontraka yaseMota-Engil yenkampani yemigodi yaseVedanta Zinc International e-Aggeneys, om...
INkonzo yamaPolisa eMntla Koloni ibambe abantu ngokokwembiwa kwemigodi eNamaqua.
Accident
Siphiwe Ngcongco    Wed, 10 Jan 2024    Xhosa
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika eMntla Koloni ibambe abantu ababini abangabemi baseZimbabwe abangenazimpepha, kwakunyen abemi boMzantsi Afrika abab...
Umasipala wesithili saseNamakwa uceba ukudibana nosapho lukaHesty-Ann Green ongasekhoyo kwiveki ezayo.
Protest
Siphiwe Ngcongco    Wed, 10 Jan 2024    Xhosa
I-Ofisi kaSodolophu oLawulayo iququzelele inyathelo elibalulekileyo lokubamba umngcelele wokuchasa ubundlobongela obusekelwe kwisini eBrandvlein.&nbsp...