Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Latest stories, updates, and newsroom content.
Search
All
Afrikaans (1665)
English (237)
Xhosa (401)
401
articles found.
Clear filters
Other
Siphiwe Ngcongco
Tue, 06 Aug 2024
Xhosa
Abaqhubi bangalindela ukwehla kwamafutha okungephi kulenyanga.
Umbutho iAutomobile Association (AA) ubongoza abaqhubi beemoto ukuba baqinisekise ukuba izithuthi zabo zikwimeko entle ukuze baphephe ukubhatala imali...
Read More
Protest
Siphiwe Ngcongco
Tue, 06 Aug 2024
Xhosa
Imibutho yabasebenzi eMntla Koloni ibambe umngcelele osingise kwiiofisi zeSebe lezeMpilo.
INEHAWU, iDenosa, kunye noCosatu namhlanje babambe umngcelele osingise kwiiofisi zeSebe lezeMpilo kuMntla Koloni ukuqaqambisa imeko embi yeenkonzo zem...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
Abarhanelwa abane abanganazimpepha babanjwe ngamapolisa aseMntla Koloni
Kwisithili saseNamakwa, igqiza lamapolisa livalele abantu abathathu abasuka kwamanye amazwe abangenamaphepha kwaye babambe umrhanelwa omnye ngokungena...
Read More
Education
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
SASCO ibongoza urhulumente ukuba athathele ingqalelo kwinkqubo yezemfundo
INkongolo yaBafundi boMzantsi Afrika eMntla Koloni ibongoza urhulumente ukuba athathele ingqalelo kwaye alungise inkqubo yezemfundo nemiba esemgangath...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
Basixhenxe abasebenzi-mgodini abangekho mthethweni ababanjwe ngamapolisa kwisithili saseNamakwa.
Abantu abalishumi elinesihlanu abangabhalwanga phantsi baye bavalelwa ngexesha lokuhlolwa kwezithuthi kwisiphambuka sePort Nolloth/Kleinsee kunye nama...
Read More
Business
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
iANC eNamakwa uzigxekile intlawulo eyongezelelweyo zeevenkile zasekuhlaleni
Umbutho weAfrican National Congress kwiSithili saseNamakwa uyigxekile intlawulo eyongezelelweyo eyenziwa ziivenkile zasekuhlaleni ezisebenza ngokungek...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
Umasipala waseNama-Khoi uyakugxeka ukwanda kwesenzo esingekho mthethweni sokubiwa kweemitha zamanzi.
Umasipala waseNama-Khoi ulugxekile uhlaselo olulunya olujolise kwiimitha zamanzi kwiindawo zokuhlala eSpringbok. Lo masipala uthi izenzo zolwaphulo-mt...
Read More
Education
Siphiwe Ngcongco
Thu, 01 Aug 2024
Xhosa
Isebe lezemfundo liwakhabile amabango olutsha lwamathuba emisebenzi
Isebe lezemfundo kuMntla Koloni liwakhabile amabango olutsha lwamathuba emisebenzi ekutyholwa ukuba afunyenwe lisebe likaZwelonke. UGeoffrey Van Der M...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 18 Jul 2024
Xhosa
Amapolisa aseSpringbok abambe abarhanelwa bangabemi bangaphandle ngokwemba ngokungekho mthethweni.
Amapolisa asebenzisa iOperation Vala Umgodi ukulwa ukupheliswa komgodi ongekho mthethweni ngokuthi asebenzise onke amanyathelo okulwa nesi sibetho.Kwi...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Thu, 18 Jul 2024
Xhosa
Umongameli uCyril Ramaphosa kulindeleke enze intetho yokuvula iPalamente ngentsimbi yesixhenxe ngoku...
Uninzi lwabemi boMzantsi Afrika kulindeleke ukuba bathe nca kwimiboniso yabo nakwizikhululo zikanomathotholo zasekuhlaleni ngale njikalanga, njengoko ...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 18 Jul 2024
Xhosa
Abathengisi beziyobisi ababini eNamakwa baye babanjwa ngexesha amapolisa enza iphulo lokugqogqa.
Umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesithandathu ubudala ubanjwe ngamapolisa abonakalayo eSpringbok izolo, oku kulandela ukuphunyezwa kwamanya...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Wed, 17 Jul 2024
Xhosa
Umphathiswa kwimicimbi yemveli uthembisa ukubeka phambili imingeni yoluntu lwamaKhoi-San.
UMphathiswa osandula kuqeshwa kwiNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli, uVelenkosini Hlabisa, kwiNtetho yakhe yoHlahlo-lwabiwo-mali ePalamente...
Read More
Previous
More News