401 articles found.
Clear filters
Iqela le Operation Vala Umgodi liqhube imisebenzi yokunqanda ulwaphulo mthetho eSpringbok.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Tue, 28 May 2024    Xhosa
 Iqela le Operation Vala Umgodi liqhube imisebenzi yokunqanda ulwaphulo mthetho eSpringbok izolo. Ngelixa, liqhuba iipatroli kwindawo, iqela lafu...
Uvoto olukhethekileyo luqale kade kuluntu lwesithili saseNamakwa.
Community
Siphiwe Ngcongco    Tue, 28 May 2024    Xhosa
Ukuvota kuqale kade kuluntu lwesithili saseNamakwa. Oku kuza njengoko sele kuqalisiwe ukuvota ukuze kuvumeleke abo bangazukukwazi ukuya kwizikhululo e...
Inkundla kamantyi yaseGaries inike ibheyile indoda eneminyaka engamashumi amahlanu anesihlanu ubudala.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Fri, 24 May 2024    Xhosa
Inkundla kamantyi yaseGaries eMntla Koloni izolo inike ibheyile indoda eneminyaka engamashumi amahlanu anesihlanu ubudala ejongene netyala lokuba nemi...
Umasipala waseKhâi-Ma ukhuphe ingxelo yokuba bafumana imicelimngeni yokubonelela ngamanzi.
Community
Siphiwe Ngcongco    Fri, 24 May 2024    Xhosa
Umasipala wase Khâi-Ma kwiSithili saseNamakwa wazise abahlali base Pella nase Pofadder ukuba bafumana imicelimngeni yokubonelela ngamanzi, ngenxa yoku...
UMasipala wase-Hantam ukhuphe isimemo kuluntu ukuba luzimase inkcazo yesicwangciso soPhuhliso oluHlangeneyo.
Community
Siphiwe Ngcongco    Thu, 23 May 2024    Xhosa
 UMasipala weNgingqi wase-Hantam ukhuphe isimemo sikawonke-wonke kuluntu ukuba luzimase inkcazo yesicwangciso soPhuhliso oluHlangeneyo sonyaka-ma...
UMasipala waseRichtersveld ukhuphe isaziso malungana neStandard Transfer Meters rollover.
Community
Siphiwe Ngcongco    Thu, 23 May 2024    Xhosa
UMasipala weNgingqi waseRichtersveld kutshanje ukhuphe isaziso kwikhasi lonxibelelwano elisemthethweni elumkisa uluntu ukuba iStandard Transfer Meters...
Urhulumente wephondo wenze inkcitho engaphezulu kwekhulu elinamashumi amahlanu amawaka eerandi kumashishini aseNamakwa.
Community
Siphiwe Ngcongco    Thu, 23 May 2024    Xhosa
INkulumbuso yaseMntla Koloni, uGqirha Zamani Saul, ekhatshwa nguMphathiswa ojongene noLutsha, abasetyhini, abantu abakhubazekileyo, unxibelelwano kuny...
Ulutsha lwaseNamakwa beluyinkukhu esikwe umlomo ingxoxo yolutsha egxile kwimfundo yedemokhrasi kunye nonyulo.
Accident
Siphiwe Ngcongco    Mon, 13 May 2024    Xhosa
# Umbutho woPhuhliso loluLutsha kunye neKhampasi yeKholeji yasekuhlaleni iye yabamba ingxoxo yolutsha e-Okiep egxile kwimfundo yedemokhrasi kunye nony...
Inkundla yengingqi yaseSpringbok iwise isigwebo sobomi kwindoda eneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo ubudala.
Crime
Siphiwe Ngcongco    Wed, 08 May 2024    Xhosa
 Kutshanje inkundla yengingqi yaseSpringbok iwise isigwebo sobomi kwindoda eneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo ubudala ngobusela kunye no...
Abaxhamli begrafu basNamakwa bachitha phantse isiqingatha sentlawulo yabo.
Community
Siphiwe Ngcongco    Tue, 07 May 2024    Xhosa
Abaxhamli be-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yaseMzantsi Afrika abasuka eNamaqualand bachitha phantse isiqingatha sentlawulo yabo yegranti kwezothutho...
Abemi boMzantsi Afrika banesithuba kude kube namhllanje ukuba babhalise ukuze bavote ngokuKhethekileyo.
Community
Siphiwe Ngcongco    Fri, 03 May 2024    Xhosa
Abemi boMzantsi Afrika banesithuba kude kube yintsimbi yesihlanu ngale njikalanga ukuba babhalise kwiKomishoni yoNyulo eziMeleyo (IEC) ukuze bavote ng...
INkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika likhuphe isilumkiso seNqanaba eliMthubi ngokonakaliswa kwemimoya yangaphakathi
Other
Siphiwe Ngcongco    Fri, 03 May 2024    Xhosa
INkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika likhuphe isilumkiso seNqanaba eliMthubi ngokonakaliswa kwemimoya yangaphakathi ekhokelela kwiingxaki zasekhaya kwizi...