Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Latest stories, updates, and newsroom content.
Search
All
Afrikaans (1665)
English (237)
Xhosa (401)
401
articles found.
Clear filters
Education
Siphiwe Ngcongco
Fri, 03 May 2024
Xhosa
Abazali baseKarkharms bavakalisa inkxalabo ngabantwana babo kunye nokungabikho kwebhasi yesikolo.
Sele iiveki ezimbalwa emva kokuba abafundi baseKakharms bengayi esikolweni ngenxa yezityholo zokuba ibhasi yokuthutha ayisebenzi. Abazali bathi i...
Read More
Politics
Siphiwe Ngcongco
Tue, 30 Apr 2024
Xhosa
Uluntu lwamaKhoi namaSan luvakalisa ukudana kurhulumente wephondo loMntla Koloni.
Kwinyanga utaka, uMzantsi Afrika uzakube usiya kuvoto ukuze sukuri tukuri lawo ledomokhrasi lokuvotela sukupa lezukuto olikhetahayo.kwejelo leendaba i...
Read More
Sport
Siphiwe Ngcongco
Tue, 30 Apr 2024
Xhosa
Abafundi bezikolo zaseNamakwa baqaqambisa isithili kweminye imisitho yezemidlalo.
Umfundi weSikolo samaBanga aPhakamileyo saseNamakwaland uyiphakamisele phezulu iflegi yaseNamakwa ngethuba ethabatha inxaxheba kukhuphiswano lwe “Nort...
Read More
Education
Siphiwe Ngcongco
Tue, 30 Apr 2024
Xhosa
Abafundi bezikolo zaseNamakwa baqaqambisa isithili kweminye imisitho echaphazelekayo.
# Abafundi bebanga leshumi elinesibini beSikolo samaBanga aPhakamileyo i-Aggeneys basendleleni ebuyela ekhaya eNamakwa besuka eKapa ukuya kufumana inc...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Umasipala waseRichtersveld usebenzisana unikezele ngeeyunifomu zesikolo kwisikolo samabanga aphantsi...
Umasipala waseRichtersveld usebenzisana ne-Standard Bank unikezele ngeeyunifomu zesikolo kwisikolo samabanga aphantsi iJohan Hein VGK eKuboes, kwaWadi...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Fancy facey ifudumeze izintliziyo zoomama namhlanje emva kwemini.
Iqumrhu leFancy Facey elasekwe nguVernon Selena, ekunye neNkonzo yesiPolisa yalapha eMzantsi Afrika, iSebe lezoKhuselo, kunye neQonga lezoPolisa loLun...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
UMasipala weNgingqi waseNama-Khoi uza kuqhubeka nodliwano-ndlebe noluntu lweSicwangciso esiHlangeney...
Umasipala waseNama Khoi usezo qhubeka nentatho nxaxheba yoluntu kwiveki ezayo malunga nohlahlo lwabiwo mali kunye nezicwangciso zophuhliso ezihlangene...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Ingxoxo-mpikiswano yezopolitiko yaseNamakwa ithathe inguqu enika umdla njengoko abalandeli bamaqela ...
Kwaqhambuka umbhodamo kwiNgxoxo yesibini yePolitiko yaseNamakwa ka2024 kwindawo yasePofadder, abalandeli beAfrican National Congres kuMasipala w...
Read More
Health
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Isebe lezempilo kuzwelonke libongoza uluntu ukuba lufumane isitofu sokugonya umkhuhlane.
Isebe lezempilo kuzwelonke libongoza uluntu ukuba lufumane isitofu sokugonya umkhuhlane wokuthintela izifo zokuphefumla, ekulindeleke ukuba zand...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Indoda enamashumi amabini anesine eminyaka ubudala yasCarnarvon igwetyiwe ngenxa yezityholo zokudlwe...
Inkundla yenginqi yaseCarnarvon eMntla Koloni igwebe indoda enamashumi amabini anesine eminyaka ubudala - iminyaka engamashumi amabini ethothoza entol...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Mon, 29 Apr 2024
Xhosa
Umasipala waseNama-Khoi kutsha nje ukhuphe isaziso malunga nokuqinisekiswa kwenkqubo yokuhlala.
Umasipala waseNama-Khoi kutsha nje ukhuphe isaziso malunga nokuqinisekiswa kwenkqubo yokuhlala.Umasipala ubalule ukuba ngoku balungisa imiba enxulumen...
Read More
Politics
Siphiwe Ngcongco
Tue, 16 Apr 2024
Xhosa
Umongameli Ramaphosa umemelele boMzansi Afrika basebenzisane ukuqinisekisa ukuba unyulo lwalo nyaka ...
Umongameli uCyril Ramaphosa umemelele abemi, imibutho yezopolitiko kunye noluntu ukuba basebenzisane ukuqinisekisa ukuba unyulo lwalo nyaka “luy...
Read More
Previous
More News
TUNE IN ACROSS NAMAKWA
Find Radio NFM on your dial
Kamiesberg
90.7
FM
Khâi-Ma
89.7
FM
Richtersveld
89.1
FM
Nama-Khoi
98.1
FM